Inguqulelo ka border in isiXhosa

border

umda

Ubizo-magama /baw-duh/

isibizoPlural borders

  • 1

    inzululwazi ngezelizwe
    umda
    Namibia is on the border of South Africa INamibia ikumda waseMzantsi Afrika
    • the boundary of a country
    • umda welizwe
  • 2

    ubugcisa
    umphetho
    Zigzag lines make interesting borders Imigca egosogoso yenza umphetho onika umdla