Inguqulelo ka bore in isiXhosa

bore

-khupha umdla

Ubizo-magama /baw/

isenzibored, boring

  • 1

    -khupha umdla
    -dika
    -kruqula
    -chekra ngokungekho sikweni
    Max bored us with his long story UMax wasikruqula ngebali lakhe elide
  • 2

    -bhora
    -bhola
    The builder bored three holes in the wall Umakhi ubhole imingxuma emithathu eludongeni