Inguqulelo ka both in isiXhosa

both

-bini

Ubizo-magama /bohth/

iceba

  • 1

    -bini
    Both the children ran away Bobabini abantwana babaleka bemka
    Hold it in both hands Yibambe ngezandla zozibini

isimelabizo

  • 1

    -mbini
    These are two books. I've read both Ziincwadi ezimbini ezi. Ndizifunde zombini