Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika brief in isiXhosa

: brief1brief2

brief1

-ncinane

Ubizo-magama /breef/

isiphawulibriefer, briefest

  • 1

    -ncinane
    -futshane
    We had a brief rest Sikhe saphumla ixeshana elifutshane
    → Synonym of short
    Your answers should be brief Iimpendulo zakho mazibe mfutshane

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika brief in isiXhosa

: brief1brief2

brief2

umyalelo

Ubizo-magama /breef/

isibizoPlural briefs

  • 1

    umyalelo
    Read the brief carefully: it tells you step by step what you must do in this job Funda umyalelo ngocoselelo: uya kuxelela into ekufanele uyenze kulo msebenzi inyathelo ngenyathelo