Inguqulelo ka bright in isiXhosa

bright

-qaqambile(yo)

Ubizo-magama /brite/

isiphawulibrighter, brightest

  • 1

    -qaqambile(yo)
    -qhakrazile(yo)
    We need a bright light Sifuna ukukhanya okuqaqambileyo
  • 2

    -qaqambile
    The house has a bright red door Indlu inocango olubomvu oluqaqambileyo
  • 3

    -krelekrele
    -nengqondo
    Alice is very bright, specially at maths UAlice ukrelekrele, ngakumbi kwimathematika
    → Synonym of clever, intelligent
  • 4

    -onwabile
    Look at Zamani's bright smile Jonga uncumo lokonwaba lukaZamani