Inguqulelo ka bring up in isiXhosa

bring up

-khulisa

  • 1

    -khulisa
    My parents died so my grandmother brought me up Abazali bam basweleka ndaze ndakhuliswa ngumakhulu wam
    → Synonym of raise