Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika bubble in isiXhosa

: bubble1bubble2

bubble1

idlu

Ubizo-magama /bub-uhl/

isibizoPlural bubbles

  • 1

    idlu
    iqamza ngokungekho sikweni
    iqampu ngokungekho sikweni
    Bubbles form on the surface of soapy water Amadlu enzeka phezu kwamanzi anesepha

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika bubble in isiXhosa

: bubble1bubble2

bubble2

-xhaphaxhaphaza

Ubizo-magama /bub-uhl/

isenzibubbled, bubbling

  • 1

    -xhaphaxhaphaza
    -dlwabhaza
    -gxwabhaza
    When water boils, it bubbles Xa amanzi ebila ayadlwabhaza