Inguqulelo ka budget in isiXhosa

budget

uhlahlolwabiwo-mali

Ubizo-magama /buj-uht/

isibizoPlural budgets

ufundo ngezoqoqosho

  • 1

    uhlahlolwabiwo-mali
    uqingqo-mali
    uhlahlo-mali
    ibhajethi ngokungekho sikweni
    The country's budget allowed for more money to be spent on education Uhlahlolwabiwo-mali lwesizwe luvumele ukuba imali eninzi ichithwe kwezemfundo
    • the money that is available to a person or an organisation and a plan of how it will be spent over a period of time
    • imali enokusetyenziswa ngumntu okanye umbutho, nesicwangciso sokuba iza kusetyenziswa njani kwisithuba sexesha elithile

Inguqulelo ka budget in isiXhosa

budget

-hlahla imali

Ubizo-magama /buj-uht/

isenzi

  • 1

    -hlahla imali
    Our friend budgets carefully and never has debts Umhlobo wethu uyihlahla kakuhle imali; akakhe abe nawo amatyala

Inguqulelo ka budget in isiXhosa

budget

-hlahla imali

Ubizo-magama /buj-uht/

isenzi

  • 1

    -hlahla imali
    Our friend budgets carefully and never has debts Umhlobo wethu uyihlahla kakuhle imali; akakhe abe nawo amatyala