Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika bump in isiXhosa

: bump1bump2

bump1

-ngqubeka nga-

Ubizo-magama /bump/

isenzibumped, bumping

  • 1

    -ngqubeka nga-
    -betheka
    -gila
    I bumped my head when I fell Ndibetheke ngentloko ngela xesha bendisiwa
    Look out! You're bumping into people Jonga! Uyabagila abantu
  • 2

    -betheka
    -ngqubeka
    The car bumped along the stony road Imoto ibihamba ibetheka endleleni enamatye

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika bump in isiXhosa

: bump1bump2

bump2

ingongoma

Ubizo-magama /bump/

isibizoPlural bumps

  • 1

    ingongoma
    iqhuma
    How did you get that bump on your head? Uyifumene njani le ngongoma isentloko?
  • 2

    isiduli
    Drive slowly over the bumps in the road Thoba isantya kwiziduli ezisendleleni