Inguqulelo ka bundle in isiXhosa

bundle

inyanda

Ubizo-magama /bund-uhl/

isibizoPlural bundles

  • 1

    (of sticks etc.)
    inyanda
    I brought a bundle of wood and lit the fire Ndize nenyanda yeenkuni ndabasa
  • 2

    umgodlo
    Put this bundle of clothes in the washing machine Faka lo mgodlo weempahla kumatshini wokuhlamba