Inguqulelo ka burial in isiXhosa

burial

umngcwabo

Ubizo-magama /be-ri-uhl/

isibizoPlural burials

  • 1

    umngcwabo
    umfihlo
    isifihlo
    She is going to her late uncle's burial Uya emngcwabeni kamalume wakhe oswelekileyo
    → Synonym of funeral