Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika burn in isiXhosa

: burn1burn2

burn1

-vutha

Ubizo-magama /burn/

isenziburnt, burned, burning

  • 1

    -vutha
    The fire is burning well Umlilo uvutha kakuhle
  • 2

    -tshisa
    I burnt myself on my hand Ndizitshise esandleni
  • 3

    -tsha
    The trees in the forest are burning Imithi iyatsha ehlathini

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika burn in isiXhosa

: burn1burn2

burn2

isilonda somlilo

Ubizo-magama /burn/

isibizoPlural burns

  • 1

    isilonda somlilo
    After the fire, the children's burns were treated in hospital Emva komlilo izilonda zomlilo zabantwana zaya kunyangwa esibhedlele