Inguqulelo ka but in isiXhosa

but

kodwa

Ubizo-magama /but/

isihlanganisi & preposition

  • 1

    kodwa
    My mother came but my father stayed at home Umama wam uzile kodwa utata wam uhleli ekhaya
  • 2

    ngaphandle kwa-
    He eats nothing but fruit Akatyi nto ngaphandle kweziqhamo