Inguqulelo ka buy in isiXhosa

buy

-thenga

Ubizo-magama /by/

isenzibought, buying

  • 1

    -thenga
    Buy shoes Thenga izihlangu
    → Compare sell
    I bought a calculator for R50 Ndithenge ikhaltyhuleyitha ngama-R50
    I'm buying a bicycle from David Ndithenga ibhayisekile kuDavid