Inguqulelo ka cabinet in isiXhosa

cabinet

ikhabhathi

Ubizo-magama /kab-i-nuht/

isibizoPlural cabinets

  • 1

    ikhabhathi
    ikhabhinethi
    Put the medicine in the bathroom cabinet Beka amayeza kwikhabhinethi yasebhafrumini
  • 2

    (in government)
    ikhabhinethi
    The Cabinet consists of the President, the Deputy President and the ministers IKhabhinethi yakhiwa nguMongameli, uSekela-mongameli kunye nabaphathiswa