Inguqulelo ka calcium in isiXhosa

calcium

ikhalsiyam

Ubizo-magama /kal-si-uhm/

isibizo

ikhemistri

  • 1

    ikhalsiyam ngokungekho sikweni
    Milk and beans are two foods that give us calcium Ubisi neembotyi zizidlo ezibini ezisinika ikhalsiyam
    • a mineral that we need to keep our bones and teeth strong
    • isimbiwa okanye iminerali esiyifunayo ukugcina amathambo kunye namazinyo ethu omelele