Translation of calcium in isiXhosa

calcium

ikhalsiyam

Pronunciation /kal-si-uhm/

noun

Chemistry

  • 1

    ikhalsiyam informal
    Milk and beans are two foods that give us calcium Ubisi neembotyi zizidlo ezibini ezisinika ikhalsiyam
    • a mineral that we need to keep our bones and teeth strong
    • isimbiwa okanye iminerali esiyifunayo ukugcina amathambo kunye namazinyo ethu omelele