Inguqulelo ka campaign in isiXhosa

campaign

iphulo

Ubizo-magama /kam-payn/

isibizoPlural campaigns

  • 1

    iphulo
    ukugaya
    This is a campaign to encourage everyone to vote Eli liphulo lokukhuthaza ukuba wonke ubani avote

isenzi

  • 1

    -lwa idabi
    We campaigned to get a school built in the village Silwe idabi lokuba sakhelwe isikolo apha elalini