Inguqulelo ka cap in isiXhosa

cap

ityepusi

Ubizo-magama /kap/

isibizoPlural caps

  • 1

    ityepusi
    ikhepu ngokungekho sikweni
    Jacob wore a cap UJacob uthwele ityepusi
  • 2

    isiciko
    Put the cap back on the bottle Buyisela isiciko ebhotileni