Inguqulelo ka capitalism in isiXhosa

capitalism

ikhapitalizim

Ubizo-magama /kap-it-uh-liz-m/

isibizo

ufundo ngezoqoqosho

  • 1

    ikhapitalizim
    inkqubo yoqoqosho evumela ubungxowankulu
    ubungxowankulu ngokungekho sikweni
    • an economic system in which private owners are allowed to own and run their own businesses for a profit
    • inkqubo yezoqoqosho apho abanini babucala bavumelekileyo ukuqhuba ishishini ngelijonge inzuzo