Inguqulelo ka captain in isiXhosa

captain

umphathi

Ubizo-magama /kap-tuhn/

isibizoPlural captains

  • 1

    umphathi
    ikhapteyini
    We have to obey the captain of the plane Kufuneka sithobele umphathi wenqwelomoya
  • 2

    ikhapteyini
    Ben's the captain of the rugby team UBen yikhapteyini yeqela lombhoxo