Inguqulelo ka carbohydrate in isiXhosa

carbohydrate

ikhabhohayidrethi

Ubizo-magama /kaa-buh-hide-rayt/

isibizoPlural carbohydrates

ibhayoloji

  • 1

    ikhabhohayidrethi
    Carbohydrates give us energy quickly Iikhabhohayidrethi zisinika amandla ngokukhawuleza
    • a food group that includes foods such as potatoes and sugar and which provides us with energy
    • uhlobo lokutya eliquka ukutya okufana neetapile kunye neswekile, nolusinika amandla