Inguqulelo ka cartoon in isiXhosa

cartoon

umzobo ohlekisayo

Ubizo-magama /kaa-toon/

isibizoPlural cartoons

  • 1

    umzobo ohlekisayo
    ikhathuni ngokungekho sikweni
    The cartoon made us laugh Ikhathuni isihlekisile
  • 2

    (cinema)
    ikhathuni
    oopopayi
    ifilim yoopopayi
    We watched a cartoon called Tom and Jerry on TV Sibukele ifilim yoopopayi ethi Tom and Jerry ethivini