Inguqulelo ka category in isiXhosa

category

uhlobo

Ubizo-magama /kat-uh-guh-ree/

isibizoPlural categories

  • 1

    uhlobo
    udidi
    iqela
    We can divide food into categories such as meat, vegetables and fruit Ukutya singakwahlula ngokweendidi ezinjengenyama, imifuno neziqhamo