Inguqulelo ka cellphone in isiXhosa

cellphone

unomyayi

Ubizo-magama /sell-fohn/

cellphones

  • 1

    unomyayi
    umakhalesinqeni
    iseli
    iseli-fowuni
    I need to buy airtime for my cellphone Kufuneka ndithengele iseli-fowuni yam umoya