Kukho i 3 iinguqulelo eziyintloko zika change in isiXhosa

: change1change2change3

change1

-tshintsha

Ubizo-magama /chaynj/

isenzichanged, changing

  • 1

    -tshintsha
    -jika
    I changed the colour of my hair Nditshintshe ibala leenwele zam
  • 2

    -tshintsha
    I changed my clothes and went to the beach Nditshintshe iimpahla zam ndaya elwandle
  • 3

    -guquka
    -jika
    Caterpillars change into butterflies Imibungu ijika ibe ngamabhabhathane

Kukho i 3 iinguqulelo eziyintloko zika change in isiXhosa

: change1change2change3

change2

inguqu

Ubizo-magama /chaynj/

isibizoPlural changes

  • 1

    inguqu
    utshintsho
    We saw a change in her behaviour Sibone utshintsho kwisimilo sakhe

Kukho i 3 iinguqulelo eziyintloko zika change in isiXhosa

: change1change2change3

change3

itshintshi

Ubizo-magama /chaynj/

isibizoPlural changes

  • 1

    itshintshi
    I paid with a R20 note and got R4 in change Ndihlawule ngama-R20 aliphepha ndafumana itshintshi ye-R4