Inguqulelo ka chant in isiXhosa

chant

ingoma

Ubizo-magama /chaant/

isibizoPlural chants

  • 1

    ingoma
    umculo
    intsholo
    imikhwazo
    We heard a chant of "Bafana! Bafana!" from the soccer stadium Sive intsholo ethi "Bafana! Bafana!" evela ebaleni lesoka

isenzi

  • 1

    -khwaza
    The crowd chanted "Pirates! Pirates!" when their team arrived Iqela labantu lakhwaza lisithi "Pirates Pirates!" xa kufika iqela labo