Inguqulelo ka chemist in isiXhosa

chemist

ingcali ngamachiza

Ubizo-magama /kem-ist/

isibizoPlural chemists

  • 1

    ingcali ngamachiza
    Chemists do chemical research in laboratories Iingcali ngamachiza zenza uphando ngamachiza elabhoratri
  • 2

    (person)
    usokhemesti
    The chemist advised me to use this medicine Usokhemesti undicebise ukuba ndisebenzise eli yeza
  • 3

    (shop)
    ikhemesti
    The chemist is next to the bakery Ikhemesti isecaleni kwendawo yokubhaka izonka