Inguqulelo ka chemistry in isiXhosa

chemistry

ikhemistri

Ubizo-magama /kem-ist-ree/

isibizo

ikhemistri

  • 1

    ikhemistri
    • the science that studies gases, liquids and solids to find out what they are and how they behave
    • inzululwazi ngeegesi, ulwelo (into ebumanzirha) kunye nezinto eziqinileyo (iziqini) ukufumanisa ukuba zizintoni, nendlela ezisebenza ngayo