Inguqulelo ka circuit in isiXhosa

circuit

isekethi

Ubizo-magama /sur-kit/

isibizoPlural circuits

  • 1

    ifiziksi itheknoloji
    isekethi
    umsinga wombane
    They connected the wires to a battery to make the electrical circuit Badibanisa iintambo ebhetrini ukwenza umsinga wombane
    • a path along which an electrical current can travel, beginning and ending at the same point
    • indlela ohamba ngayo umsinga wombane, uqala uze uphele ndaweninye
  • 2

    imidlalo
    umjikelo
    ibala
    isekethi ngokungekho sikweni
    She ran around the circuit four times Wabaleka ejikeleza ibala kane