Inguqulelo ka circumference in isiXhosa

circumference

ubungakanani besazinge

Ubizo-magama /sur-kum-fuh-ruhnss/

isibizoPlural circumferences

izibalo

  • 1

    ubungakanani besazinge
    ubungakanani besangqa
    Measure the circumference of the bicycle wheel Meta ubungakanani besazinge sevili lebhayisekile
    • the distance all the way around the edge of a shape
    • umgama ojikeleza ungqameko lwemilo