Inguqulelo ka climate in isiXhosa

climate

iklayimethi

Ubizo-magama /kly-muht/

isibizoPlural climates

inzululwazi ngezelizwe

  • 1

    iklayimethi
    imozulu
    The Northern Cape has a hot, dry climate UMntla Koloni unemozulu eshushu neyomileyo
    • the general weather conditions in a region, over a long period
    • Imozulu eqhelekileyo kwingingqi, kwixesha elide