Inguqulelo ka cloth in isiXhosa

cloth

ilaphu

Ubizo-magama /kloth/

isibizoPlural cloths

  • 1

    ilaphu
    I need five metres of cloth to make curtains Ndifuna ilaphu eliziimitha ezintlanu ndenze ngalo iikhethini
  • 2

    Use this cloth to wipe the table Sebenzisa eli laphu ekusuleni itafile