Inguqulelo ka co-operate in isiXhosa

co-operate

-sebenzisana

(cooperate)

Ubizo-magama /koh-op-uh-rayt/

isenzico-operated, cooperated, co-operating, cooperating

  • 1

    -sebenzisana
    -bambisana
    Let's co-operate and help each other Masisebenzisane kwaye sincedane
    Co-operate with the teacher Sebenzisana notitshala