Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika co-ordinate in isiXhosa

: co-ordinate1co-ordinate2

co-ordinate1

-lungelelanisa

Ubizo-magama /koh-awd-in-ayt/

isenzico-ordinated, co-ordinating

  • 1

    -lungelelanisa
    -nxibelelanisa
    We co-ordinated our efforts to get the job done Salungelelanisa imizamo yethu ukuze ube nokwenziwa umsebenzi

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika co-ordinate in isiXhosa

: co-ordinate1co-ordinate2

co-ordinate2

ikho-odineyithi

Ubizo-magama /koh-awd-i-nuht/

isibizoPlural co-ordinates

inzululwazi ngezelizwe

  • 1

    ikho-odineyithi
    • the latitude and longitude of a place on a map
    • umgca wobubanzi kunye nowobude wendawo ekwimephu