Inguqulelo ka coat in isiXhosa

coat

ibhatyi

isibizoPlural coats

  • 1

    ibhatyi
    It's cold: put your coat on Kuyabanda; nxiba ibhatyi yakho
  • 2

    umaleko
    ikhowuthi ngokungekho sikweni
    She put a coat of paint on the door Ufake omnye umaleko wepeyinti elucangweni