Inguqulelo ka coin in isiXhosa

coin

ukhozo lwemali

Ubizo-magama /koyn/

isibizoPlural coins

  • 1

    ukhozo lwemali
    ikhoyini ngokungekho sikweni
    Do you have a 50-cent coin? Unalo ukhozo lwemali oluyi-50c?