Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika cold in isiXhosa

: cold1cold2

cold1

-banda(yo)

isiphawulicolder, coldest

  • 1

    -banda(yo)
    I want cold milk, please Ndicela ubisi olubandayo
    → Antonym of hot

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika cold in isiXhosa

: cold1cold2

cold2

umkhuhlane

isibizoPlural colds

  • 1

    umkhuhlane
    ingqele
    ifiva ngokungekho sikweni
    Tim has a cold; he's blowing his nose and coughing UTim unomkhuhlane; uyafixiza akhohlele
    I've caught a cold Ndifumene ingqele

Usetyenziso

In informal speech, people say 'Ndinomkhuhlane' or 'Ndinefiva' for 'I've got a cold'.