Inguqulelo ka collapse in isiXhosa

collapse

-dilika

Ubizo-magama /kuh-lapss/

isenzicollapsed, collapsing

  • 1

    -dilika
    -wa
    The shack collapsed in the storm Ityotyombe lawa ngexesha lesaqhwithi
  • 2

    -wa
    -ngquleka
    The runner collapsed, exhausted, after the race Imbaleki yawa kukudinwa emva kogqatso