Inguqulelo ka colony in isiXhosa

colony

isithanga

Ubizo-magama /kol-uh-nee/

isibizoPlural colonies

imbali

  • 1

    isithanga
    South Africa was a British colony before it became an independent country UMzantsi Afrika waba sisithanga samaBhrithani phambi kokuba ube lilizwe elizimeleyo
    • a place in which the people of another country settle and then take control
    • indawo apho abantu belinye ilizwe bahlala khona bathathe nolawulo lwelo lizwe