Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika comfort in isiXhosa

: comfort1comfort2

comfort1

intlalo yolonwabo

Ubizo-magama /kum-fuht/

isibizo

  • 1

    intlalo yolonwabo
    ubumnandi
    intlalo emnandi
    They have enough money and can live in comfort Banemali eyaneleyo, banokuhlala intlalo emnandi
  • 2

    intuthuzelo
    ulonwabo
    My friends brought comfort to me when my mother died Ukubhujelwa kwam ngumama ndafumana intuthuzelo kwizihlobo zam

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika comfort in isiXhosa

: comfort1comfort2

comfort2

-thuthuzela

Ubizo-magama /kum-fuht/

isenzicomforted, comforting

  • 1

    -thuthuzela
    Nandi was crying, so Lebo went to comfort her UNandi ubelila, uLebo waya kumthuthuzela