Inguqulelo ka comfortable in isiXhosa

comfortable

-onwabile

Ubizo-magama /kumf-tuh-buhl/

isiphawulimore comfortable, most comfortable

  • 1

    -onwabile
    -anelisekile
    -kholiwe
    Are you comfortable with your decision? Wanelisekile sisigqibo sakho?
  • 2

    (soft things that can be sat on)
    -tofotofo
    This is a comfortable chair Esi sisitulo esitofotofo