Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika comment in isiXhosa

: comment1comment2

comment1

uluvo

Ubizo-magama /kom-ent/

isibizoPlural comments

  • 1

    uluvo
    Do you have any comments to make about the new school rules? Unazo izimvo onokuzivakalisa malunga nale mithetho mitsha yesikolo?

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika comment in isiXhosa

: comment1comment2

comment2

-vakalisa uluvo

Ubizo-magama /kom-ent/

isenzicommented, commenting

  • 1

    -vakalisa uluvo
    -nika uluvo
    Read this story, then comment on it Funda eli bali, uvakalise uluvo lwakho ngalo
  • 2

    -chaza
    -thi
    My father commented that the tea was cold Utata wachaza ukuba iti iyabanda