Inguqulelo ka communicate in isiXhosa

communicate

-qhagamshelana

Ubizo-magama /kuh-myoo-ni-kayt/

isenzicommunicated, communicating

  • 1

    -qhagamshelana
    -dlulisa
    -ncokola
    David and I communicate by phone Mna noDavid siqhagamshelana ngefowuni
    Please communicate this news to the principal Nceda udlulisele ezi ndaba kwinqununu