Inguqulelo ka compass in isiXhosa

compass

ikhampasi

Ubizo-magama /kum-puhss/

isibizoPlural compasses

  • 1

    inzululwazi ngezelizwe
    ikhampasi
    Use a compass to find out where north is Sebenzisa ikhampasi ukufumanisa ukuba ukuliphi icala umntla
    • an instrument with a needle that always points north
    • isixhobo esinenaliti esoloko ikhombe emantla
  • 2

    izibalo
    (also called a pair of compasses)
    ikhampasi
    Use a compass to draw a circle Sebenzisa ikhampasi uzobe isangqa
    • an instrument that you use to draw circles
    • isixhobo osisebenzisayo ukuzoba izangqa