Inguqulelo ka concave in isiXhosa

concave

-bhenile

Ubizo-magama /kon-kayv/

isiphawuli

  • 1

    -bhenile
    -gobongqo
    A bowl is concave on the inside and convex on the outside Isitya sibhenile ngaphakathi saza saqubuda ngaphandle
    → Compare convex