Inguqulelo ka conflict in isiXhosa

conflict

ungquzulwano

Ubizo-magama /kon-flikt/

isibizoPlural conflicts

  • 1

    ungquzulwano
    impixano
    impikiswano
    ukrutha-kruthano
    The conflict between Israel and Palestine has caused many deaths Ungquzulwano phakathi koSirayeli nePalestina kudale indyikityha yokufa