Inguqulelo ka congratulate in isiXhosa

congratulate

-vuyisana

Ubizo-magama /kuhn-grat-yoo-layt/

isenzicongratulated, congratulating

  • 1

    -vuyisana
    I will congratulate Bheki for getting the job Ndiza kuvuyisana noBheki ngokufumana umsebenzi

Usetyenziso

The verb '-vuyisana' is always followed by 'na-'.