Inguqulelo ka conserve in isiXhosa

conserve

-londoloza

Ubizo-magama /kuhn-surv/

isenziconserved, conserving

  • 1

    -londoloza
    -qoqosha
    -onga
    Please conserve water! Don't waste it Nceda ulondoloze amanzi! Sukuwamosha
  • 2

    -khusela
    We conserve wild plants and animals here Sikhusela izityalo zasendle nezilwanyana apha