Inguqulelo ka contact in isiXhosa

contact

-qhagamshelana

Ubizo-magama /kon-takt/

isenzicontacted, contacting

  • 1

    -qhagamshelana
    -nxibelelana
    -dibana
    Contact your friends and invite them to the party Qhagamshelana nabahlobo bakho uze ubamemele ethekweni

Inguqulelo ka contact in isiXhosa

contact

uqhagamshelwano

Ubizo-magama /kon-takt/

isibizo

  • 1

    uqhagamshelwano
    I have no contact with Mr Gwala Andinaluqhagamshelwano noMnu uGwala

Inguqulelo ka contact in isiXhosa

contact

uqhagamshelwano

Ubizo-magama /kon-takt/

isibizo

  • 1

    uqhagamshelwano
    I have no contact with Mr Gwala Andinaluqhagamshelwano noMnu uGwala